Annual Growth Cycle of a Grapevine - P.G. Goussard

JAARLIKSE GROEISIKLUS VAN ’N WINGERDSTOK

UMJIKELO WONYAKA WOKUKHULA KOMDILIYA Umjikelo wokukhula ngonyaka kwesityalo sediliya (ukusukela kubusika bonyaka wolimo ukuya kuma kubusika bonyaka olandelayo) uphawuleka ngala manqanaba okukhula nokuhluma alandelayo: (i) ukufukama kwesityalo, (ii) ukuqhekeka kodumba, (iii) ukudubula komdumba kuvele isicuku seentyatyambo nokuhluma kwazo kwakunye namagqabi, (iv) ukuthi dlundlu kweentyatyambo ngathi ziqhayisa ngobuhle bazo, (v) ukuhluma kweziqhamo zomdiliya, (vi) ukuvuthwa kweziqhamo zomdiliya zide zilungele uku vunwa, (vii) Ukubuna kwamagqabi xa kuqala imibala kaKwindla (viii) nokoma ngokugqibelelyo kwamasebe esityalo okula ndelwa kukuwa kwamagqabi Elinye nelinye lala manqanaba abaliweyo ngasentla lingohlulwa ngeendlela ezithile ezohlukeneyo zemigaqo yokukhula kwesi tyalo engcaciso yazo ingabonakaliswa kuphela phantsi kweglasi yokubonisa izinto ezincinane (ezingenobonakala ngeliso lenyama). Injongo yokudibanisa le mifanekiso ilandelelanayo kukubonisa iinkcukhaca ezibandakanyekayo ngokupheleleyo kumjikelo wonyaka wokukhula komdiliya ngeenyanga zonyaka kushicilelo lwe Wynboer . Le mifanekiso ayenzelwanga ubonisa umdiliya okaye uhlobo olunye lomdiliya, apho kunyanzelekileyo uhlobo olo lucaciswe ngegama lwalo.

Die jaarlikse groeisiklus van ’n wingerdstok (van winter tot winter van die daaropvolgende jaar) word deur die volgende spesifieke hoofkategorieë van groei- of ontwikkelingstadia (fenologie) gekenmerk, naamlik: (i) dormansie, (ii) bot, (iii) loot-, blaar- en blomtrosontwikkeling, (iv) blom, (v) korrelontwikkeling, (vi) korrelrypwording tot oesgereed, (vii) blaarveroudering met die toetrede van herfskleure en (viii) volledige lootlignifikasie gevolg deur blaarval. Elkeen van bogenoemde hoof fenologiese stadia word deur verskeie dog spesifieke ontwikkelingspatrone gekarakteriseer, waarvan die detail ten beste onder die spreekwoordelike vergrootglas na vore kom. Die oogmerk met die saamstel van hierdie fotoreeks was om volledige besonderhede soos betrokke by die totale spektrum van die jaarlikse wingerd stokgroeisiklus as ’n opvolgreeks wat oor etlike maande strek, in Wynboer uit te beeld. Dit dien daarop gelet te word dat foto’s nie weerspieëlend is van ’n enkele stok of selfs kultivar nie, alhoewel die kultivarnaam waar van toepassing wel vermeld word.

Made with FlippingBook Ebook Creator